Return to Video

Isihloko: Ulwaziso nge "quadratic equation"

  • 0:01 - 0:05
    Wamakelekile kwintetho echaza indlela yokusebenzisa i"quadratic equation".
  • 0:05 - 0:07
    Ngoko ke i"quadratic equation". ivakala ngathi yinto
  • 0:07 - 0:08
    enobunzima kakhulu.
  • 0:08 - 0:10
    Kwaye xa uqala ukubona i"quadratic equation, ungathi
  • 0:10 - 0:12
    kulungile, hayi ukuphela ivakala njengento
  • 0:12 - 0:13
    enobunzima, kodwa yinto enzima.
  • 0:13 - 0:15
    Kodwa ngethemba uakubona, njengokuba sisaqubekeka
  • 0:15 - 0:17
    nentetho yethu, ukuba ayikhonzima ukuyisebenzisa.
  • 0:17 - 0:19
    Kwaye kwintetho ezayo exesheni ndizakubonisa
  • 0:19 - 0:21
    indlela eyakhiwe ngayo.
  • 0:21 - 0:25
    Ngoko ke, jikelele, sowufundile ukwenza ucalu calulo
  • 0:25 - 0:26
    kwiqondo lesibini lalonxaki.
  • 0:26 - 0:31
    Ufundile ukuba, ukuba ndino, mandithi "x" ophinda-phindwe kabini thabatha
  • 0:31 - 0:40
    "x" thabatha 6, ilingana no0.
  • 0:40 - 0:43
    Ukuba bendinalenxaki. "x" ophinda-phindwe kabini thabatha "x" thabtha "x' ilingana
  • 0:43 - 0:49
    no0, lanto ungayicalu calulala uthi "x" thabatha 3 kwaye
  • 0:49 - 0:52
    "x" dibanisa 2 ilingana no0.
  • 0:52 - 0:55
    Ngokucacileyo ithetha ukuba "x" thabatha 3 lingana no 0 okanye
  • 0:55 - 0:57
    "x" dibanis 2 lingana no0.
  • 0:57 - 1:04
    Ngoko ke "x" thabatha 3 lingana no0 okanye "x' dibanisa 2 lingana no0.
  • 1:04 - 1:08
    Ngoko ke "x" lingana no 3 okanye no thabatha 2.
  • 1:08 - 1:18
    Kwaye, xa siyizoba phantsi yalento izakuba, ukuba bendino
  • 1:18 - 1:26
    msebenzi othile "f" ka "x" ulingana no "x" ophinda-phindwe kabnini thabatha "x' thabatha 6.
  • 1:26 - 1:29
    Ngoko ke lomgca usembindini ngoka "f" ka "x".
  • 1:29 - 1:33
    Ungaqhelana kakhulu nomgca osembindini we"y".
  • 1:33 - 1:35
    kulenxaki inje, akukho nxaki khakhulu.
  • 1:35 - 1:36
    Kwaye lomgca usembindini we "x".
  • 1:36 - 1:40
    Kwaye ukuba bekuzakufuneka ndiyizobile lenxaki, "x' ophinda-phindwe kabini thabatha "x"
  • 1:40 - 1:42
    thabatha 6, ingajongeka ngoluhlobo.
  • 1:42 - 1:50
    Kancinci ngoluhlobo--lento ngu "f' ka "x" ulingana no thabatha 6.
  • 1:50 - 1:53
    Kwaye umfanekiso ozotyiweyo angakhangeleka ngolu hlobo.
  • 1:53 - 1:57
    Nyuka, izakuhlala inyuka ngokwalandlela.
  • 2:00 - 2:03
    Kwaye ngoku iya kuthabatha 6, ngoba xa "x' elingana no0.
  • 2:03 - 2:05
    'F" ka 'x" ulingana no thabatha 6.
  • 2:05 - 2:08
    Ngoko ke ndiyayazi iyagqitha pha kulancam.
  • 2:08 - 2:12
    kwaye ndiyayazi ukuba xa "f' ka 'x' elingana no0, ngoko ke 'f' ka 'x' lingana
  • 2:12 - 2:15
    no 0 ngaphezu komgca osembindini ka 'x', akunjalo?
  • 2:15 - 2:17
    Ngoba lento ngu1.
  • 2:17 - 2:18
    lento ngu0.
  • 2:18 - 2:19
    lento ngu thabatha 1.
  • 2:19 - 2:22
    Ngoko ke lento ngu, xa 'f' ka 'x' elingana no0, ngaphezulu
  • 2:22 - 2:23
    komgca osembindini ka 'x', akunjalo?
  • 2:23 - 2:29
    Kwaye siyayazi ilingana no0 kula ncam 'x' lingana no 3 kwaye
  • 2:29 - 2:32
    'x' lingana no thabatha 2.
  • 2:32 - 2:34
    Yeyonanto isiyicombululeyo apha.
  • 2:34 - 2:36
    Mhlawumbi xeshikweni besisenza inxaki yokucazulula khange
  • 2:36 - 2:39
    siqwalasele ngokomzobo wethu into besiyenza.
  • 2:39 - 2:42
    Kodwa ukuba sithi la 'f' ka 'x' ulingana nenaki ethile, sayi
  • 2:42 - 2:43
    lungiselela lanto yalingana no0.
  • 2:43 - 2:45
    Ngoko ke sithi lenxaki, kuphi apho
  • 2:45 - 2:48
    ilingana no0?
  • 2:48 - 2:49
    Xa kutheni ilingana no0?
  • 2:49 - 2:52
    Kulungile, ilingana no0 kwincam, akunjalo/
  • 2:52 - 2:55
    Ngoba kulapho u'f' ka 'x' elingana no0.
  • 2:55 - 2:57
    Kwaye kwangoko into besiyenza xa besisombulula lento ngoku
  • 2:57 - 3:02
    cazulula ku, sibonile ukuba, iinxnye zika'x' ezenze u 'f' ka 'x'
  • 3:02 - 3:04
    lingana no0, ngokucacileyo ngezi ncam zimbini.
  • 3:04 - 3:07
    Kwaye, ngokwe sigama, ezi zibizwa
  • 3:07 - 3:10
    ngamaqanda, okanye ingcambu, zika 'f' ka 'x'.
  • 3:10 - 3:12
    Makhe siqwalase lanto kancinane.
  • 3:15 - 3:24
    Ngoko ke , ukuba ndinento enje ngo'f' ka 'x' ulingana no'x' ophinda-phindwe kabini dibanisa
  • 3:24 - 3:30
    '4x' dibanisa 4, kwaye ndibuze kuwe, aphi amaqanda okanye
  • 3:30 - 3:32
    ingcambu zika 'f' ka'x'.
  • 3:32 - 3:34
    Yinto enye nokuthi, kuphi apho u'f' ka 'x'
  • 3:34 - 3:36
    adinana khona nomngca osembindini ka'x'.
  • 3:36 - 3:38
    Kwaye badibana xa umgca osembindika ka'x' 'f' ka 'x' eli
  • 3:38 - 3:39
    ngana no0, akunjalo?
  • 3:39 - 3:42
    Ukuba uyacinga ngomzobo bendikhe ndawenza we'graph'.
  • 3:42 - 3:46
    Ngoko ke, masithi ukuba u 'x' ulingana no 0, kwangoko
  • 3:46 - 3:52
    singathi, 0 ulingana no'x' ophinda-phindwe kabini dibanisa '4x' dibanisa 4.
  • 3:52 - 3:54
    Kwaye siyayazi, singazicalu calula, ngu 'x'
  • 3:54 - 3:57
    dibanisa 2 phinda-phinda 'x' dibanisa 2.
  • 3:57 - 4:07
    Kwaye siyayazi ukuba iyalingana no0 xa 'x' elingana no thabatha 2.
  • 4:07 - 4:10
    'x' ulingana no thabatha 2.
  • 4:14 - 4:18
    Kulungile, kancinci--'x' ulingana no thabatha 2.
  • 4:18 - 4:22
    Ngoko ke ngoku, siyayazi singamfumana njani u0 xa eyona
  • 4:22 - 4:25
    nxaki kulula ukuyicazulula.
  • 4:25 - 4:28
    Kodwa masenze eyona nxaki apho inxaki yethu
  • 4:28 - 4:29
    kungakho lula ukuyicazulula konke konke.
  • 4:29 - 4:32
    Masithi sino 'f' ka 'x' ulingana nothabatha '10x'
  • 4:40 - 4:45
    ophinda-phindiweyo kabini thabatha '9x' dibanisa 1.
  • 4:45 - 4:48
    Kulungile, xa ndijonga lento, nokuba bendino kuyahlula ngo 10 bendino
  • 4:48 - 4:49
    nokufumana amaqhezu apha.
  • 4:49 - 4:53
    Kwaye kunzima ukuyicinga indlela yokucazulula lento i'quadratic'
  • 4:53 - 4:55
    Kwaye yilonto ibizwa ngokuba yi"quadratic equation" okanye
  • 4:55 - 4:58
    liqondo lesibini lamanani anezalathi ezinga phezu kwesithathu.
  • 4:58 - 5:00
    Kodwa masiyicwangcise-- Ngoko ke sizama ukuyisombulula lento.
  • 5:00 - 5:02
    Ngoba sifuna ukuyazi kuphi xa ilingana no0.
  • 5:02 - 5:07
    Thaba '10x' ophonda-phindwe kabini thabatha '9x' dibanisa 1.
  • 5:07 - 5:09
    Sifuna ukwazi ngawaphi lamanani asendaweni ka'x' enza lento
  • 5:09 - 5:11
    ilingane no0.
  • 5:11 - 5:14
    Kwaye apha singasebenzisa isixhobo esibizwa ngokuba yi"quadratic equation".
  • 5:14 - 5:16
    Kwaye ngoku ndizakuninika enye kezinqabileyo kwizibalo
  • 5:16 - 5:18
    kwaye ngumbono omhle ukuyigcina enqondweni.
  • 5:18 - 5:21
    I"quadratic equation' ithi ingcambu ze"quadratic'
  • 5:21 - 5:25
    ziyalingana--kwaye masithi i'quadratic equation' ngu
  • 5:25 - 5:32
    'x' mophinda-phindwe kabini dibanisa 'bx' dibanisa 'c' lingana no0.
  • 5:32 - 5:36
    Ngoko ke kulomzekelo, u'a' ngu thabatha 10.
  • 5:36 - 5:40
    'b' ngu thabatha 9, kwaye 'c' ngu 1.
  • 5:40 - 5:48
    Isichazi se"quadratic fomula' yi ngcambu ka 'x' ilingana no thabatha 'b' dibanisa okanye thabatha
  • 5:48 - 5:58
    ingcambu ephinda-phindwa kabini ka'b' thabatha u 4 phinda-phinda 'a' phinda-phinda 'c',
  • 5:58 - 6:00
    yonke lonto ngaphezu ko' 2a'.
  • 6:00 - 6:03
    Ndiyayazi ukuba ijongenga nzima kodwa xa uyisebenzisa ngamandla, uzakubona
  • 6:03 - 6:04
    ukuba ayikhombi kwaphela.
  • 6:04 - 6:08
    Kwaye ngumbono omhle ukuyi bamba ngengqondo.
  • 6:08 - 6:11
    Ngoko ke masibandakanye i"quadratic ewauation' apha kulenxaki
  • 6:11 - 6:13
    sisandula ukuyibhala phantsi.
  • 6:13 - 6:15
    Ngoko ke ndithi sandula ukuthi--kwaye jonga, kukho into ecaleni
  • 6:15 - 6:19
    kuka 'x', akunjalo?
  • 6:19 - 6:20
    'a' ngumlingani ka 'x' ophinda-phindiweyo.
  • 6:20 - 6:24
    'b' ngumlingani ka 'x' kwaye u'c' akatshintshi.
  • 6:24 - 6:25
    Ngoko ke masiyisebenzise kule nxaki.
  • 6:25 - 6:26
    Ngubani u-'b'?
  • 6:26 - 6:29
    Kulungile, 'b' ngu thabatha 9.
  • 6:29 - 6:30
    Singabona apha.
  • 6:30 - 6:34
    'b' nguthabatha 9, 'a' ngu thabatha 10.
  • 6:34 - 6:35
    'c' ngu 1.
  • 6:35 - 6:36
    Akunjalo?
  • 6:36 - 6:42
    Ngoko ke ukuba u-'b' ngu thabatha 9--ngoko ke masithi, nguthabatha 9.
  • 6:42 - 6:49
    Dibanisa okanye thabatha ingcambu kathabatha 9 ophinda-phindwe kabini.
  • 6:49 - 6:50
    Kulungile, ngu 81.
  • 6:50 - 6:53
    thabatha 4 phinda-phinda ngo 'a'
  • 6:57 - 7:00
    'a' ngu thabatha 10.
  • 7:00 - 7:03
    Thabatha 10 phinda-phinda 'c', ngokucacileyo ngu 1.
  • 7:03 - 7:05
    Ndiyayazi lento ithesa, kodwa ngethemba uza
  • 7:05 - 7:06
    kuyiqonda.
  • 7:06 - 7:10
    kwaye yonke lonto ngaphezu ko2 umphinda-phinde ngo 'a'.
  • 7:10 - 7:14
    Kulungile, 'a' ngu thabatha 10, ngoko ke 2 phinda-phinda 'a' ngu thabahta 20.
  • 7:14 - 7:15
    Ngoko ke masiyicazulule lanto.
  • 7:15 - 7:19
    Thabatha 10 phinda-phinda ngo thabatha 6, ngu dibanisa 9.
  • 7:19 - 7:26
    Dibanisa okanye thabatha ingcambu ka 81.
  • 7:26 - 7:31
    Sino thabatha 4 umphinda-phinda ngo thabatha 10.
  • 7:31 - 7:32
    Lento ngu thabatha 10.
  • 7:32 - 7:33
    Ndiyayazi ithesa kakhulu, ndiyaxolisa kakhulu
  • 7:33 - 7:34
    ngalonto, phinda-phinda ngo 1.
  • 7:34 - 7:39
    ngoko ke thabatha 4 uphinda-phinde ngo thabatha 10 ngu 40, onesichazi esingu dibanisa 40.
  • 7:39 - 7:41
    Dibanisa 40.
  • 7:41 - 7:46
    Kwaye kwangoko sinazo zonke phezu ko thabatha 20.
  • 7:46 - 7:48
    Kulungile, 81 dibanisa 40 ngu 121.
  • 7:48 - 7:52
    Ngoko ke lento ngu 9 dibanisa okanye thabatha ingcambu
  • 7:52 - 7:58
    ka 121 phezu ko thabatha 20.
  • 7:58 - 8:02
    Ingcambu ka 121 ngu 11.
  • 8:02 - 8:03
    Ngoko ke ndizohamba apha.
  • 8:03 - 8:06
    Ngethemba awuzose uyiphose indlela yalento ndiyenzayo.
  • 8:06 - 8:14
    Ngoko ke lento ngu 9 dibanisa oakanye thabatha 11, ngaphezu ko thabatha 20.
  • 8:14 - 8:19
    kwaye ngoko ke ukuba sithi 9 dibanisa 11 phezu ko thabatha 20, ngu 9
  • 8:19 - 8:23
    dibanisa 11 ngu 20, ngoko ke lenti ngu 20 phezu ko thabatha 20.
  • 8:23 - 8:24
    Ngoku cacileyo ulingana no thabatha 1.
  • 8:24 - 8:25
    Ngoko ke yigcambu enye.
  • 8:25 - 8:28
    Ngu 9 dibanisa--ngoba lento ngu dibanisa oaknye thabatha.
  • 8:28 - 8:34
    Kwaye enye ingcambu izakuba ngu 9 thabatha 11 phezu ko thabatha 20.
  • 8:34 - 8:38
    Ngokucacileyo ilingana no thabatha 2 phezu ko thabatha 20.
  • 8:38 - 8:41
    ngokucacileyo ilingana no 1 phezu ko 10.
  • 8:41 - 8:43
    ngoko ke ngenye ingcambu.
  • 8:43 - 8:49
    Ngoko ke ukuba bekunokufuneka ziyizobe phantsi lenxaki, besizokubona ukuba
  • 8:49 - 8:53
    ngokucacileyo idibana kumgca osembindini ka'x',
  • 8:53 - 8:58
    Okanye 'f' ka 'x' ulingana no0 kwincam ka'x' elingana no thabatha
  • 8:58 - 9:02
    1 kwaye 'x' ulingana no 1/10.
  • 9:02 - 9:04
    Ndizakwenza imizekelo eminizni kwicandelo lesibini, ngoba ndi
  • 9:04 - 9:06
    yacinga, ukuba nantoni na, ndingani bhidekisa
  • 9:06 - 9:08
    ngalena yodwa.
  • 9:08 - 9:12
    ngoko ke, ndizakunibona kwicandelo lesibini sisebenzisa
  • 9:12 - 9:12
    "quadratic equation".
Title:
Isihloko: Ulwaziso nge "quadratic equation"
Description:

Introduction to using the quadratic equation to solve 2nd degree polynomials

more » « less
Video Language:
English
Duration:
09:15

Xhosa subtitles

Revisions