[Script Info] Title: [Events] Format: Layer, Start, End, Style, Name, MarginL, MarginR, MarginV, Effect, Text Dialogue: 0,0:00:01.01,0:00:04.52,Default,,0000,0000,0000,,Wamakelekile kwintetho echaza indlela yokusebenzisa i"quadratic equation". Dialogue: 0,0:00:04.52,0:00:06.73,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke i"quadratic equation". ivakala ngathi yinto Dialogue: 0,0:00:06.73,0:00:07.81,Default,,0000,0000,0000,,enobunzima kakhulu. Dialogue: 0,0:00:07.81,0:00:09.93,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye xa uqala ukubona i"quadratic equation, ungathi Dialogue: 0,0:00:09.93,0:00:11.59,Default,,0000,0000,0000,,kulungile, hayi ukuphela ivakala njengento Dialogue: 0,0:00:11.59,0:00:13.11,Default,,0000,0000,0000,,enobunzima, kodwa yinto enzima. Dialogue: 0,0:00:13.11,0:00:14.93,Default,,0000,0000,0000,,Kodwa ngethemba uakubona, njengokuba sisaqubekeka Dialogue: 0,0:00:14.93,0:00:16.58,Default,,0000,0000,0000,,nentetho yethu, ukuba ayikhonzima ukuyisebenzisa. Dialogue: 0,0:00:16.58,0:00:19.04,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye kwintetho ezayo exesheni ndizakubonisa Dialogue: 0,0:00:19.04,0:00:21.30,Default,,0000,0000,0000,,indlela eyakhiwe ngayo. Dialogue: 0,0:00:21.30,0:00:24.81,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke, jikelele, sowufundile ukwenza ucalu calulo Dialogue: 0,0:00:24.81,0:00:25.81,Default,,0000,0000,0000,,kwiqondo lesibini lalonxaki. Dialogue: 0,0:00:25.81,0:00:30.91,Default,,0000,0000,0000,,Ufundile ukuba, ukuba ndino, mandithi "x" ophinda-phindwe kabini thabatha Dialogue: 0,0:00:30.91,0:00:40.34,Default,,0000,0000,0000,,"x" thabatha 6, ilingana no0. Dialogue: 0,0:00:40.34,0:00:42.97,Default,,0000,0000,0000,,Ukuba bendinalenxaki. "x" ophinda-phindwe kabini thabatha "x" thabtha "x' ilingana Dialogue: 0,0:00:42.97,0:00:48.72,Default,,0000,0000,0000,,no0, lanto ungayicalu calulala uthi "x" thabatha 3 kwaye Dialogue: 0,0:00:48.72,0:00:52.21,Default,,0000,0000,0000,,"x" dibanisa 2 ilingana no0. Dialogue: 0,0:00:52.21,0:00:54.96,Default,,0000,0000,0000,,Ngokucacileyo ithetha ukuba "x" thabatha 3 lingana no 0 okanye Dialogue: 0,0:00:54.96,0:00:57.07,Default,,0000,0000,0000,,"x" dibanis 2 lingana no0. Dialogue: 0,0:00:57.07,0:01:03.51,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke "x" thabatha 3 lingana no0 okanye "x' dibanisa 2 lingana no0. Dialogue: 0,0:01:03.51,0:01:08.50,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke "x" lingana no 3 okanye no thabatha 2. Dialogue: 0,0:01:08.50,0:01:17.98,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye, xa siyizoba phantsi yalento izakuba, ukuba bendino Dialogue: 0,0:01:17.98,0:01:26.15,Default,,0000,0000,0000,,msebenzi othile "f" ka "x" ulingana no "x" ophinda-phindwe kabnini thabatha "x' thabatha 6. Dialogue: 0,0:01:26.15,0:01:28.76,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke lomgca usembindini ngoka "f" ka "x". Dialogue: 0,0:01:28.76,0:01:32.67,Default,,0000,0000,0000,,Ungaqhelana kakhulu nomgca osembindini we"y". Dialogue: 0,0:01:32.67,0:01:34.78,Default,,0000,0000,0000,,kulenxaki inje, akukho nxaki khakhulu. Dialogue: 0,0:01:34.78,0:01:36.27,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye lomgca usembindini we "x". Dialogue: 0,0:01:36.27,0:01:40.43,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ukuba bekuzakufuneka ndiyizobile lenxaki, "x' ophinda-phindwe kabini thabatha "x" Dialogue: 0,0:01:40.43,0:01:42.38,Default,,0000,0000,0000,,thabatha 6, ingajongeka ngoluhlobo. Dialogue: 0,0:01:42.38,0:01:50.13,Default,,0000,0000,0000,,Kancinci ngoluhlobo--lento ngu "f' ka "x" ulingana no thabatha 6. Dialogue: 0,0:01:50.13,0:01:52.90,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye umfanekiso ozotyiweyo angakhangeleka ngolu hlobo. Dialogue: 0,0:01:52.90,0:01:57.15,Default,,0000,0000,0000,,Nyuka, izakuhlala inyuka ngokwalandlela. Dialogue: 0,0:02:00.03,0:02:03.15,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ngoku iya kuthabatha 6, ngoba xa "x' elingana no0. Dialogue: 0,0:02:03.15,0:02:05.11,Default,,0000,0000,0000,,'F" ka 'x" ulingana no thabatha 6. Dialogue: 0,0:02:05.11,0:02:07.80,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ndiyayazi iyagqitha pha kulancam. Dialogue: 0,0:02:07.80,0:02:11.52,Default,,0000,0000,0000,,kwaye ndiyayazi ukuba xa "f' ka 'x' elingana no0, ngoko ke 'f' ka 'x' lingana Dialogue: 0,0:02:11.52,0:02:14.96,Default,,0000,0000,0000,,no 0 ngaphezu komgca osembindini ka 'x', akunjalo? Dialogue: 0,0:02:14.96,0:02:16.60,Default,,0000,0000,0000,,Ngoba lento ngu1. Dialogue: 0,0:02:16.60,0:02:17.87,Default,,0000,0000,0000,,lento ngu0. Dialogue: 0,0:02:17.87,0:02:19.16,Default,,0000,0000,0000,,lento ngu thabatha 1. Dialogue: 0,0:02:19.16,0:02:21.51,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke lento ngu, xa 'f' ka 'x' elingana no0, ngaphezulu Dialogue: 0,0:02:21.51,0:02:23.42,Default,,0000,0000,0000,,komgca osembindini ka 'x', akunjalo? Dialogue: 0,0:02:23.42,0:02:29.21,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye siyayazi ilingana no0 kula ncam 'x' lingana no 3 kwaye Dialogue: 0,0:02:29.21,0:02:32.33,Default,,0000,0000,0000,,'x' lingana no thabatha 2. Dialogue: 0,0:02:32.33,0:02:34.36,Default,,0000,0000,0000,,Yeyonanto isiyicombululeyo apha. Dialogue: 0,0:02:34.36,0:02:36.44,Default,,0000,0000,0000,,Mhlawumbi xeshikweni besisenza inxaki yokucazulula khange Dialogue: 0,0:02:36.44,0:02:38.94,Default,,0000,0000,0000,,siqwalasele ngokomzobo wethu into besiyenza. Dialogue: 0,0:02:38.94,0:02:42.07,Default,,0000,0000,0000,,Kodwa ukuba sithi la 'f' ka 'x' ulingana nenaki ethile, sayi Dialogue: 0,0:02:42.07,0:02:43.27,Default,,0000,0000,0000,,lungiselela lanto yalingana no0. Dialogue: 0,0:02:43.27,0:02:44.82,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke sithi lenxaki, kuphi apho Dialogue: 0,0:02:44.82,0:02:48.22,Default,,0000,0000,0000,,ilingana no0? Dialogue: 0,0:02:48.22,0:02:49.39,Default,,0000,0000,0000,,Xa kutheni ilingana no0? Dialogue: 0,0:02:49.39,0:02:51.72,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile, ilingana no0 kwincam, akunjalo/ Dialogue: 0,0:02:51.72,0:02:55.36,Default,,0000,0000,0000,,Ngoba kulapho u'f' ka 'x' elingana no0. Dialogue: 0,0:02:55.36,0:02:57.49,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye kwangoko into besiyenza xa besisombulula lento ngoku Dialogue: 0,0:02:57.49,0:03:01.97,Default,,0000,0000,0000,,cazulula ku, sibonile ukuba, iinxnye zika'x' ezenze u 'f' ka 'x' Dialogue: 0,0:03:01.97,0:03:04.16,Default,,0000,0000,0000,,lingana no0, ngokucacileyo ngezi ncam zimbini. Dialogue: 0,0:03:04.16,0:03:06.74,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye, ngokwe sigama, ezi zibizwa Dialogue: 0,0:03:06.74,0:03:09.86,Default,,0000,0000,0000,,ngamaqanda, okanye ingcambu, zika 'f' ka 'x'. Dialogue: 0,0:03:09.86,0:03:12.47,Default,,0000,0000,0000,,Makhe siqwalase lanto kancinane. Dialogue: 0,0:03:14.81,0:03:23.70,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke , ukuba ndinento enje ngo'f' ka 'x' ulingana no'x' ophinda-phindwe kabini dibanisa Dialogue: 0,0:03:23.70,0:03:29.55,Default,,0000,0000,0000,,'4x' dibanisa 4, kwaye ndibuze kuwe, aphi amaqanda okanye Dialogue: 0,0:03:29.55,0:03:31.77,Default,,0000,0000,0000,,ingcambu zika 'f' ka'x'. Dialogue: 0,0:03:31.77,0:03:33.97,Default,,0000,0000,0000,,Yinto enye nokuthi, kuphi apho u'f' ka 'x' Dialogue: 0,0:03:33.97,0:03:36.30,Default,,0000,0000,0000,,adinana khona nomngca osembindini ka'x'. Dialogue: 0,0:03:36.30,0:03:38.21,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye badibana xa umgca osembindika ka'x' 'f' ka 'x' eli Dialogue: 0,0:03:38.21,0:03:39.44,Default,,0000,0000,0000,,ngana no0, akunjalo? Dialogue: 0,0:03:39.44,0:03:42.12,Default,,0000,0000,0000,,Ukuba uyacinga ngomzobo bendikhe ndawenza we'graph'. Dialogue: 0,0:03:42.12,0:03:45.72,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke, masithi ukuba u 'x' ulingana no 0, kwangoko Dialogue: 0,0:03:45.72,0:03:51.86,Default,,0000,0000,0000,,singathi, 0 ulingana no'x' ophinda-phindwe kabini dibanisa '4x' dibanisa 4. Dialogue: 0,0:03:51.86,0:03:53.94,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye siyayazi, singazicalu calula, ngu 'x' Dialogue: 0,0:03:53.94,0:03:57.08,Default,,0000,0000,0000,,dibanisa 2 phinda-phinda 'x' dibanisa 2. Dialogue: 0,0:03:57.08,0:04:07.09,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye siyayazi ukuba iyalingana no0 xa 'x' elingana no thabatha 2. Dialogue: 0,0:04:07.09,0:04:10.17,Default,,0000,0000,0000,,'x' ulingana no thabatha 2. Dialogue: 0,0:04:13.94,0:04:18.27,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile, kancinci--'x' ulingana no thabatha 2. Dialogue: 0,0:04:18.27,0:04:22.38,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ngoku, siyayazi singamfumana njani u0 xa eyona Dialogue: 0,0:04:22.38,0:04:24.56,Default,,0000,0000,0000,,nxaki kulula ukuyicazulula. Dialogue: 0,0:04:24.56,0:04:27.50,Default,,0000,0000,0000,,Kodwa masenze eyona nxaki apho inxaki yethu Dialogue: 0,0:04:27.50,0:04:28.85,Default,,0000,0000,0000,,kungakho lula ukuyicazulula konke konke. Dialogue: 0,0:04:28.85,0:04:32.12,Default,,0000,0000,0000,,Masithi sino 'f' ka 'x' ulingana nothabatha '10x' Dialogue: 0,0:04:39.75,0:04:45.38,Default,,0000,0000,0000,,ophinda-phindiweyo kabini thabatha '9x' dibanisa 1. Dialogue: 0,0:04:45.38,0:04:47.58,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile, xa ndijonga lento, nokuba bendino kuyahlula ngo 10 bendino Dialogue: 0,0:04:47.58,0:04:48.65,Default,,0000,0000,0000,,nokufumana amaqhezu apha. Dialogue: 0,0:04:48.65,0:04:53.13,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye kunzima ukuyicinga indlela yokucazulula lento i'quadratic' Dialogue: 0,0:04:53.13,0:04:54.86,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye yilonto ibizwa ngokuba yi"quadratic equation" okanye Dialogue: 0,0:04:54.86,0:04:57.58,Default,,0000,0000,0000,,liqondo lesibini lamanani anezalathi ezinga phezu kwesithathu. Dialogue: 0,0:04:57.58,0:04:59.60,Default,,0000,0000,0000,,Kodwa masiyicwangcise-- Ngoko ke sizama ukuyisombulula lento. Dialogue: 0,0:04:59.60,0:05:02.42,Default,,0000,0000,0000,,Ngoba sifuna ukuyazi kuphi xa ilingana no0. Dialogue: 0,0:05:02.42,0:05:07.13,Default,,0000,0000,0000,,Thaba '10x' ophonda-phindwe kabini thabatha '9x' dibanisa 1. Dialogue: 0,0:05:07.13,0:05:09.09,Default,,0000,0000,0000,,Sifuna ukwazi ngawaphi lamanani asendaweni ka'x' enza lento Dialogue: 0,0:05:09.09,0:05:11.26,Default,,0000,0000,0000,,ilingane no0. Dialogue: 0,0:05:11.26,0:05:13.73,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye apha singasebenzisa isixhobo esibizwa ngokuba yi"quadratic equation". Dialogue: 0,0:05:13.73,0:05:15.62,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ngoku ndizakuninika enye kezinqabileyo kwizibalo Dialogue: 0,0:05:15.62,0:05:18.03,Default,,0000,0000,0000,,kwaye ngumbono omhle ukuyigcina enqondweni. Dialogue: 0,0:05:18.03,0:05:21.33,Default,,0000,0000,0000,,I"quadratic equation' ithi ingcambu ze"quadratic' Dialogue: 0,0:05:21.33,0:05:24.81,Default,,0000,0000,0000,,ziyalingana--kwaye masithi i'quadratic equation' ngu Dialogue: 0,0:05:24.81,0:05:31.90,Default,,0000,0000,0000,,'x' mophinda-phindwe kabini dibanisa 'bx' dibanisa 'c' lingana no0. Dialogue: 0,0:05:31.90,0:05:35.79,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke kulomzekelo, u'a' ngu thabatha 10. Dialogue: 0,0:05:35.79,0:05:39.94,Default,,0000,0000,0000,,'b' ngu thabatha 9, kwaye 'c' ngu 1. Dialogue: 0,0:05:39.94,0:05:48.04,Default,,0000,0000,0000,,Isichazi se"quadratic fomula' yi ngcambu ka 'x' ilingana no thabatha 'b' dibanisa okanye thabatha Dialogue: 0,0:05:48.04,0:05:58.06,Default,,0000,0000,0000,,ingcambu ephinda-phindwa kabini ka'b' thabatha u 4 phinda-phinda 'a' phinda-phinda 'c', Dialogue: 0,0:05:58.06,0:06:00.23,Default,,0000,0000,0000,,yonke lonto ngaphezu ko' 2a'. Dialogue: 0,0:06:00.23,0:06:02.84,Default,,0000,0000,0000,,Ndiyayazi ukuba ijongenga nzima kodwa xa uyisebenzisa ngamandla, uzakubona Dialogue: 0,0:06:02.84,0:06:04.40,Default,,0000,0000,0000,,ukuba ayikhombi kwaphela. Dialogue: 0,0:06:04.40,0:06:07.72,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye ngumbono omhle ukuyi bamba ngengqondo. Dialogue: 0,0:06:07.72,0:06:10.73,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke masibandakanye i"quadratic ewauation' apha kulenxaki Dialogue: 0,0:06:10.73,0:06:12.67,Default,,0000,0000,0000,,sisandula ukuyibhala phantsi. Dialogue: 0,0:06:12.67,0:06:15.26,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ndithi sandula ukuthi--kwaye jonga, kukho into ecaleni Dialogue: 0,0:06:15.26,0:06:18.61,Default,,0000,0000,0000,,kuka 'x', akunjalo? Dialogue: 0,0:06:18.61,0:06:20.30,Default,,0000,0000,0000,,'a' ngumlingani ka 'x' ophinda-phindiweyo. Dialogue: 0,0:06:20.30,0:06:23.57,Default,,0000,0000,0000,,'b' ngumlingani ka 'x' kwaye u'c' akatshintshi. Dialogue: 0,0:06:23.57,0:06:25.10,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke masiyisebenzise kule nxaki. Dialogue: 0,0:06:25.10,0:06:26.25,Default,,0000,0000,0000,,Ngubani u-'b'? Dialogue: 0,0:06:26.25,0:06:28.70,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile, 'b' ngu thabatha 9. Dialogue: 0,0:06:28.70,0:06:29.97,Default,,0000,0000,0000,,Singabona apha. Dialogue: 0,0:06:29.97,0:06:33.98,Default,,0000,0000,0000,,'b' nguthabatha 9, 'a' ngu thabatha 10. Dialogue: 0,0:06:33.98,0:06:34.97,Default,,0000,0000,0000,,'c' ngu 1. Dialogue: 0,0:06:34.97,0:06:36.09,Default,,0000,0000,0000,,Akunjalo? Dialogue: 0,0:06:36.09,0:06:42.35,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ukuba u-'b' ngu thabatha 9--ngoko ke masithi, nguthabatha 9. Dialogue: 0,0:06:42.35,0:06:49.26,Default,,0000,0000,0000,,Dibanisa okanye thabatha ingcambu kathabatha 9 ophinda-phindwe kabini. Dialogue: 0,0:06:49.26,0:06:49.81,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile, ngu 81. Dialogue: 0,0:06:49.81,0:06:53.14,Default,,0000,0000,0000,,thabatha 4 phinda-phinda ngo 'a' Dialogue: 0,0:06:56.94,0:06:59.76,Default,,0000,0000,0000,,'a' ngu thabatha 10. Dialogue: 0,0:06:59.76,0:07:03.24,Default,,0000,0000,0000,,Thabatha 10 phinda-phinda 'c', ngokucacileyo ngu 1. Dialogue: 0,0:07:03.24,0:07:05.11,Default,,0000,0000,0000,,Ndiyayazi lento ithesa, kodwa ngethemba uza Dialogue: 0,0:07:05.11,0:07:06.47,Default,,0000,0000,0000,,kuyiqonda. Dialogue: 0,0:07:06.47,0:07:09.56,Default,,0000,0000,0000,,kwaye yonke lonto ngaphezu ko2 umphinda-phinde ngo 'a'. Dialogue: 0,0:07:09.56,0:07:14.05,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile, 'a' ngu thabatha 10, ngoko ke 2 phinda-phinda 'a' ngu thabahta 20. Dialogue: 0,0:07:14.05,0:07:14.99,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke masiyicazulule lanto. Dialogue: 0,0:07:14.99,0:07:19.41,Default,,0000,0000,0000,,Thabatha 10 phinda-phinda ngo thabatha 6, ngu dibanisa 9. Dialogue: 0,0:07:19.41,0:07:26.46,Default,,0000,0000,0000,,Dibanisa okanye thabatha ingcambu ka 81. Dialogue: 0,0:07:26.46,0:07:30.66,Default,,0000,0000,0000,,Sino thabatha 4 umphinda-phinda ngo thabatha 10. Dialogue: 0,0:07:30.66,0:07:31.87,Default,,0000,0000,0000,,Lento ngu thabatha 10. Dialogue: 0,0:07:31.87,0:07:33.28,Default,,0000,0000,0000,,Ndiyayazi ithesa kakhulu, ndiyaxolisa kakhulu Dialogue: 0,0:07:33.28,0:07:34.38,Default,,0000,0000,0000,,ngalonto, phinda-phinda ngo 1. Dialogue: 0,0:07:34.38,0:07:39.41,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke thabatha 4 uphinda-phinde ngo thabatha 10 ngu 40, onesichazi esingu dibanisa 40. Dialogue: 0,0:07:39.41,0:07:41.04,Default,,0000,0000,0000,,Dibanisa 40. Dialogue: 0,0:07:41.04,0:07:46.07,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye kwangoko sinazo zonke phezu ko thabatha 20. Dialogue: 0,0:07:46.07,0:07:48.30,Default,,0000,0000,0000,,Kulungile, 81 dibanisa 40 ngu 121. Dialogue: 0,0:07:48.30,0:07:52.33,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke lento ngu 9 dibanisa okanye thabatha ingcambu Dialogue: 0,0:07:52.33,0:07:58.29,Default,,0000,0000,0000,,ka 121 phezu ko thabatha 20. Dialogue: 0,0:07:58.29,0:08:01.62,Default,,0000,0000,0000,,Ingcambu ka 121 ngu 11. Dialogue: 0,0:08:01.62,0:08:03.17,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ndizohamba apha. Dialogue: 0,0:08:03.17,0:08:06.18,Default,,0000,0000,0000,,Ngethemba awuzose uyiphose indlela yalento ndiyenzayo. Dialogue: 0,0:08:06.18,0:08:13.72,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke lento ngu 9 dibanisa oakanye thabatha 11, ngaphezu ko thabatha 20. Dialogue: 0,0:08:13.72,0:08:19.09,Default,,0000,0000,0000,,kwaye ngoko ke ukuba sithi 9 dibanisa 11 phezu ko thabatha 20, ngu 9 Dialogue: 0,0:08:19.09,0:08:22.54,Default,,0000,0000,0000,,dibanisa 11 ngu 20, ngoko ke lenti ngu 20 phezu ko thabatha 20. Dialogue: 0,0:08:22.54,0:08:23.73,Default,,0000,0000,0000,,Ngoku cacileyo ulingana no thabatha 1. Dialogue: 0,0:08:23.73,0:08:24.90,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke yigcambu enye. Dialogue: 0,0:08:24.90,0:08:28.26,Default,,0000,0000,0000,,Ngu 9 dibanisa--ngoba lento ngu dibanisa oaknye thabatha. Dialogue: 0,0:08:28.26,0:08:33.79,Default,,0000,0000,0000,,Kwaye enye ingcambu izakuba ngu 9 thabatha 11 phezu ko thabatha 20. Dialogue: 0,0:08:33.79,0:08:37.72,Default,,0000,0000,0000,,Ngokucacileyo ilingana no thabatha 2 phezu ko thabatha 20. Dialogue: 0,0:08:37.72,0:08:40.70,Default,,0000,0000,0000,,ngokucacileyo ilingana no 1 phezu ko 10. Dialogue: 0,0:08:40.70,0:08:42.69,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke ngenye ingcambu. Dialogue: 0,0:08:42.69,0:08:48.95,Default,,0000,0000,0000,,Ngoko ke ukuba bekunokufuneka ziyizobe phantsi lenxaki, besizokubona ukuba Dialogue: 0,0:08:48.95,0:08:52.64,Default,,0000,0000,0000,,ngokucacileyo idibana kumgca osembindini ka'x', Dialogue: 0,0:08:52.64,0:08:57.77,Default,,0000,0000,0000,,Okanye 'f' ka 'x' ulingana no0 kwincam ka'x' elingana no thabatha Dialogue: 0,0:08:57.77,0:09:01.69,Default,,0000,0000,0000,,1 kwaye 'x' ulingana no 1/10. Dialogue: 0,0:09:01.69,0:09:04.08,Default,,0000,0000,0000,,Ndizakwenza imizekelo eminizni kwicandelo lesibini, ngoba ndi Dialogue: 0,0:09:04.08,0:09:06.10,Default,,0000,0000,0000,,yacinga, ukuba nantoni na, ndingani bhidekisa Dialogue: 0,0:09:06.10,0:09:08.12,Default,,0000,0000,0000,,ngalena yodwa. Dialogue: 0,0:09:08.12,0:09:11.68,Default,,0000,0000,0000,,ngoko ke, ndizakunibona kwicandelo lesibini sisebenzisa Dialogue: 0,0:09:11.68,0:09:12.15,Default,,0000,0000,0000,,"quadratic equation".