WEBVTT 00:00:00.880 --> 00:00:05.805 Ukuzothi ga ngoku ndicinga ukuba unalo ufifi lokuba yintoni na uphinda-phindo. 00:00:05.805 --> 00:00:09.025 Okanye "ninzi"- phinda 00:00:09.025 --> 00:00:13.315 Into esizawuyenza kulomboniso, kukunika umsebenzi kakhulu, 00:00:13.315 --> 00:00:17.706 ndizokuqala ngokokucinga kwakho ngoluhlu lophinda-phindo. 00:00:17.706 --> 00:00:20.009 futhi uzawubukela imibonisi eyaneleyo ye Khan Academy, 00:00:20.009 --> 00:00:21.279 ndiyathemba ukuba uzawukwazi ekuhambeni kwexesha 00:00:21.279 --> 00:00:24.540 uzawufumana ukuba andingomntu othanda ukunkqaya. 00:00:24.550 --> 00:00:26.385 kodwa into enye ngophinda-phindo 00:00:26.385 --> 00:00:31.220 ukuba unkqaya uluhlu lophinda-phindo esizakulenza kulomboniso, 00:00:31.220 --> 00:00:33.850 kuzawuba lugalelo olukhulu ebomini bakho lonke. 00:00:33.850 --> 00:00:36.724 ndiyathembisa, yenze ngoku, awusoze uphinde ulibale, 00:00:36.724 --> 00:00:39.547 ubomi bakho bonke yonke into izawuba-- 00:00:39.547 --> 00:00:41.517 kodwa ke , andifunukwenza ithemba lobuxoki, 00:00:41.517 --> 00:00:45.790 kodwa kuza kubangcono ukuba awulunkqayanga uluhlu lophinda-phindo. 00:00:45.790 --> 00:00:47.290 Ngoko ke yintoni uluhlu lophinda-phindo? 00:00:47.290 --> 00:00:49.745 ngawo onke amanani ahlukeneyo 00:00:49.745 --> 00:00:50.850 aphindaphindanayo. 00:00:50.850 --> 00:00:53.590 masikhe sicinge kwakhona kancinci. 00:00:53.600 --> 00:00:58.900 ukuba ndithi, ngubani u-2 umphinda-phinde ngo-1? 00:00:58.900 --> 00:01:02.270 ilingana no-2 00:01:02.280 --> 00:01:05.010 ilingana no-2 00:01:05.010 --> 00:01:07.060 ngu -2 00:01:07.060 --> 00:01:08.059 akunyanzelekanga ndidibanise nanayphina into 00:01:08.059 --> 00:01:09.430 ngoba kukho u -1 no-2 pha. 00:01:09.430 --> 00:01:13.460 ndingayibhala nangoluhlobo, u-1 dibanisa 1 kabini 00:01:13.460 --> 00:01:15.390 ngoko ke ikwangu 1 dibanisa 1 00:01:15.400 --> 00:01:17.580 nalonto ke ilingana no-2. 00:01:17.590 --> 00:01:18.210 kulungile. 00:01:18.210 --> 00:01:19.901 ngoko ke u-2 umphinda-phinde ngo-1 ngu-2 00:01:19.901 --> 00:01:22.722 ukuba ke ubuwubukele umboniso ogqithileyo, ngubani u-2 umphinda-phinde ngo-0? 00:01:22.722 --> 00:01:23.516 ngu-0 00:01:23.516 --> 00:01:26.660 ngoko ke akunyanzelekanga ukunkqaya uluhlu lophindaphindo luka-0 00:01:26.670 --> 00:01:30.560 ngoka yonke oyiphanda phinda ngo-0 ngu-0, okanye u-0 umohinda-phinde nangeyiphi na into ngu-0. 00:01:30.560 --> 00:01:31.090 ngoko ke masibone. 00:01:31.090 --> 00:01:33.682 ngubani u-2 umphindaphinde ngo-2? 00:01:33.682 --> 00:01:35.988 2 phinda-phinda ngo-2. 00:01:35.988 --> 00:01:37.254 lonto ilingana no-- 00:01:37.254 --> 00:01:39.460 sizakudibanisa u-2 ku-2 kabini. 00:01:39.460 --> 00:01:41.830 2 dibanisa 2 00:01:41.840 --> 00:01:42.770 kukho indlela yokwenza linto 00:01:42.780 --> 00:01:45.480 ndingathi thatha u-2 umdibanise ku-2 kabini, 00:01:45.480 --> 00:01:46.680 kodwa yinto efanayo 00:01:46.680 --> 00:01:47.610 ngoko ke ngubani u-2 dibanisa 2? 00:01:47.620 --> 00:01:49.450 zenza u-4. 00:01:49.450 --> 00:01:51.400 ngubani u-2 phinda phinda ngo-3? 00:01:51.400 --> 00:01:57.900 u-2 phinda phinda ngo-3 ilingana no -2 dibanisa 2 dibanisa 2. 00:01:57.900 --> 00:02:03.355 ingalingana futhi no -3 dibanisa 3. 00:02:03.355 --> 00:02:04.905 Sifundile kukmboniso owandulela lo 00:02:04.920 --> 00:02:07.498 lomzekelo singambhala ngenye indlela eyahlukileyo. 00:02:07.498 --> 00:02:09.380 futhi nangeyiphi na indlela, ilingana nantoni? 00:02:09.397 --> 00:02:10.282 u-3 dibanisa 3 00:02:10.282 --> 00:02:12.028 yinto efanayo no 2 dibanisa 2 dibanisa 2 00:02:12.028 --> 00:02:14.774 zenza u-6 00:02:14.774 --> 00:02:15.812 kulungile. 00:02:15.812 --> 00:02:18.138 ngoku ngubani u-2 phinda phinda ngo4? 00:02:18.153 --> 00:02:20.686 2 phinda phinda ngo-4. 00:02:20.686 --> 00:02:26.065 ngu 2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2 . 00:02:26.065 --> 00:02:29.870 qaphela, iyafana nqwa no 2 phinda-phinda 3. 00:02:29.870 --> 00:02:32.610 u-2 phinda-phinda 3 ebenjalo. 00:02:32.620 --> 00:02:36.490 ndinalonto apho, kodwa ngoku ndongeze onmnye u-2. 00:02:36.490 --> 00:02:39.740 ukuba ke siyonqen apha ukudibanisa u-2 dibanisa 2 ngu-4. 00:02:39.740 --> 00:02:40.710 u-4 dibanisa 2 ngu 6 00:02:40.710 --> 00:02:41.802 endaweni yokwenza njalo, singathi, 00:02:41.802 --> 00:02:45.680 jonga, sesiyazi lento apha ukuba ibingu-6 00:02:45.680 --> 00:02:48.300 siyibonile kumgca ongentla 00:02:48.310 --> 00:02:51.550 siyibonile ukuba ngu-6, kungoko ke singathi, u-2 phinda-phinda ngo-4 00:02:51.560 --> 00:02:55.610 izakuba 6 dibanisa 2, lonto yenze u-8 00:02:55.610 --> 00:02:57.480 futhi ndiyathemba ukuba uyayibona lonto. 00:02:57.490 --> 00:03:01.907 njengoba sisuka ku 2 phinda-phinda ngo-2, siye ku-2 phinda-phinda ngo-2, 00:03:01.907 --> 00:03:03.760 ukuya ku-2 phinda phinda 3, yintoni eyenzekayo? 00:03:03.770 --> 00:03:05.500 Sinyuka ngenani elingakanani? 00:03:05.500 --> 00:03:08.120 ukusuka ku-2 ukuya ku-4 sinyuka ngokongeza u-2 00:03:08.120 --> 00:03:11.300 ukusuka ku-4 ukuya ku-6 sinyuke ngokongeza u-2 00:03:11.310 --> 00:03:13.340 futhi ke ukusuka ku-6 ukuya ku-8 sinyuke ngokongeza u-2 00:03:13.340 --> 00:03:15.685 ngoko ke ungakwazi ukufumana ukuba ngubani u-2 phinda-phinda ngo -5, 00:03:15.685 --> 00:03:16.950 nangaphandle kokwenza udibaniso 00:03:16.960 --> 00:03:23.430 u-2 phindaphinda ngo-5 ulingana no 2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2. 00:03:23.430 --> 00:03:26.070 isenokubhalwa ngoluhlobo lokuba ngu -5 dibanisa 5 00:03:26.080 --> 00:03:29.110 u-2 phinda-phinda ngo-4 ebenokubhalwa ngoluhlobo, 4 dibanisa 4 00:03:29.120 --> 00:03:30.490 lonto zenza ntoni? 00:03:30.500 --> 00:03:33.090 singazidibanisa zonke ezi okanye singongeza u-2 00:03:33.090 --> 00:03:36.285 okanye singathi izawuba ngu-2 phindaphinda ngo-4 songeze u-2 00:03:36.285 --> 00:03:38.564 ngoko ke ibengu-10 00:03:38.564 --> 00:03:41.780 ndizakuligqiba ukuhlu lophinda-phindo luka-2 00:03:41.780 --> 00:03:45.280 ndicinga ukuba uyawubona umfuziselo ovelayo apha. 00:03:45.280 --> 00:03:47.710 ngoko u-2 phinda-phinda ngo-6 00:03:47.710 --> 00:03:51.580 izawubangu ngu-2 dibanisa 2 kathandathu. 00:03:51.595 --> 00:03:55.369 Masibone. 1,2, 3, 4, 5, 6, 00:03:55.369 --> 00:03:58.690 ekufaneleke ilingane no-6 dibanisa 00:03:58.690 --> 00:04:00.620 lento ingatolikwa nangeyiphina indlela. 00:04:00.620 --> 00:04:02.980 futhi ke izawulingana no-12. 00:04:02.990 --> 00:04:06.898 kwakhona, u-2 umphinda phinde kayi-5 wongeze u-2 00:04:06.898 --> 00:04:09.710 ngoba songeza u-2 ku-2 kwakhona 00:04:09.710 --> 00:04:12.290 ngoko ke izawubanochatha ngo-2 00:04:12.300 --> 00:04:13.880 masiqhubeke. 00:04:13.880 --> 00:04:16.540 u-2 umphindaphinde ngo-7. 00:04:16.550 --> 00:04:20.148 u-2 umphindaphinde ngo -7 ngu-- 00:04:20.163 --> 00:04:24.104 singabhala u-2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2-- 00:04:24.104 --> 00:04:27.230 lento ingxamele ukudina-- dibanisa 2 dibanisa 2. 00:04:27.240 --> 00:04:27.800 ingaba ngu-7? 00:04:27.810 --> 00:04:31.200 1, 2, 3, 4, 5, 6, 7. 00:04:31.200 --> 00:04:33.849 lonto ke iyafana nqwa no -7 dibanisa 7, 00:04:33.849 --> 00:04:37.370 lento ke ungayazi okanye ungayazi ukuba ilingana no-14 00:04:37.370 --> 00:04:39.550 ungathi nje haybo, izawuba ngu-12 dibanisa 2 00:04:39.560 --> 00:04:43.630 ngoko ke u-12 dibanisa 1 dibanisa 2 ngu-- u-12 dibanisa 1 ngu-13. 00:04:43.630 --> 00:04:45.530 u-12 dibanisa 2 ngu-14 00:04:45.540 --> 00:04:47.580 kulungile ke masiqhubekeke. 00:04:47.580 --> 00:04:50.740 u-2 umphindaphinde ngo-8 00:04:50.750 --> 00:04:53.810 ndingayenza yonke lento ngokongeza oo-2 00:04:53.810 --> 00:04:56.660 okanye ndingathi, jonga, izawuba ngu-2 phinda-phinda ngo-7 dibanisa -2 00:04:56.670 --> 00:04:59.528 ke ndingathi izawuba ngu -14 dibanisa 2 00:04:59.528 --> 00:05:00.470 ndongeza nje u-2 kuleya 00:05:00.480 --> 00:05:01.822 ngoko ndingthi ngu -16 00:05:01.822 --> 00:05:05.610 okanye ndingathi futhi ngu-8 dibanisa 8 00:05:05.620 --> 00:05:06.800 nayo ngu-16 00:05:06.810 --> 00:05:08.174 bendingenza ngoo-2 bodwa 00:05:08.174 --> 00:05:15.040 kodwa ungayenza wena ukuba yindlela onakwazi uyifunda ngayo. 00:05:15.040 --> 00:05:17.848 sesisondele--singaqhubekeka okokoko 00:05:17.848 --> 00:05:19.360 ngoba akukho nani likhulu. 00:05:19.370 --> 00:05:21.510 ndingaqhubekeka 00:05:21.510 --> 00:05:24.970 u-2 phinda-phinda 9 phinda phinda 10 phinda-phinda 100 phinda phinda 100 phinda phinda 1000000 00:05:24.980 --> 00:05:26.642 kodwa ndizawuma apha ku-12 00:05:26.642 --> 00:05:28.760 ngoba abantu bavame ukunkqaya baphelele apha 00:05:28.770 --> 00:05:32.330 kodwa ukuba ufuna ukuba yi "mathelete" 00:05:32.330 --> 00:05:34.260 ufuna ukuya phezulu ku-20 00:05:34.260 --> 00:05:36.790 kodwa ke masiye ku-2 phinda-phinda ngo-9 00:05:36.790 --> 00:05:38.810 izawuba ngu -2 phinda phinda ngo -8 songeze u-2 00:05:38.810 --> 00:05:40.990 izawuba ngu-18 00:05:40.990 --> 00:05:42.690 okanye ngu-9 dibanisa 9 00:05:42.690 --> 00:05:44.060 ikwangu-18 00:05:44.060 --> 00:05:45.930 ngubani u -2 phinda phinda ngo-10 00:05:45.940 --> 00:05:47.940 futhi ke uluhlu lophinda phindo luka-10 lunika umdla kakhulu. 00:05:47.940 --> 00:05:49.550 futhi ke emizuzwini nje embalwa sizawubona umfuziselo 00:05:49.560 --> 00:05:53.040 xasizama ukugqiba lonke uluhlu lophinda phindo 00:05:53.040 --> 00:05:54.640 ngoko ke ngubani u -2 phinda phinda ngo 10 00:05:54.640 --> 00:05:56.800 u-2 phinda phinda 9 dibanisa -2 00:05:56.810 --> 00:05:59.050 ngu-20 00:05:59.050 --> 00:06:01.050 okanye singathi ngu -10 dibanisa 10. 00:06:01.060 --> 00:06:03.360 u-10 dibanisa ngomnye u-10 00:06:03.360 --> 00:06:05.060 ngoku ke yintoni enika umdla apha? 00:06:05.060 --> 00:06:09.115 lento ikhangeleka njengathi ngu-2 ekongezelelwe u-0 00:06:09.115 --> 00:06:10.690 futhi uzawuyibona lonto yonke into oyiphinda phinda ngo-10, 00:06:10.690 --> 00:06:12.295 uthatha nje ngobeka iqanda ekunene 00:06:12.295 --> 00:06:14.130 futhi ungacinga ke ukuba kutheni injalo 00:06:14.130 --> 00:06:16.410 ungayivelela ngokuthi oo-2 abayi-10 ngu -20 00:06:16.420 --> 00:06:18.000 kungoko ingu -20 00:06:18.000 --> 00:06:19.540 sesizawugqiba 00:06:19.550 --> 00:06:21.820 masenze u-2 phinda phinda ngo-11 00:06:21.820 --> 00:06:25.920 u-2 phinda phinda 11 sizakongeza u-2 apha 00:06:25.930 --> 00:06:27.830 izawuba ngu-22 00:06:27.830 --> 00:06:29.530 omnye umfuziselo onika umdla. 00:06:29.540 --> 00:06:32.220 ndinenani eliphinda phindeka kabani--u -2 no-2 00:06:32.220 --> 00:06:33.160 inika umdla. 00:06:33.170 --> 00:06:35.818 into ekumele uyijonge 00:06:35.818 --> 00:06:38.690 njengoba sijonga olunye uluhlu lophinda phindo. 00:06:38.704 --> 00:06:40.140 okokugqibela kengoku-- 00:06:40.140 --> 00:06:42.129 futhi ayiyoyokugqibela, singaqhubekeka-- 00:06:42.129 --> 00:06:44.682 u-2 phinda phinda-- lowo ngumbala omnyama. 00:06:44.682 --> 00:06:47.059 u-2 phinda-phinda ngo 12 00:06:47.059 --> 00:06:50.540 u-2 phinda phinda ngo-12 izawuba ngu-2 phinda phinda ngo-12 songeze u-2 00:06:50.550 --> 00:06:51.826 lowo ke ngu -24 00:06:51.826 --> 00:06:54.160 besinoyibhala ngalendlela yokuthi 12 dibanisa 12 00:06:54.170 --> 00:06:56.110 okanye besingathi 2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2 00:06:56.110 --> 00:06:57.840 dibanisa 2...kalishumi elinambini 00:06:57.850 --> 00:06:59.660 yonke lonto ikunika u-24 00:06:59.670 --> 00:07:00.961 leyo ke luluhlu lophinda phindo luka-2 00:07:00.961 --> 00:07:01.970 futhi ndiyacinga ukuba uyalubona ufuziselo. 00:07:01.980 --> 00:07:04.755 lonke ixesha uphinda phinda ngenani elingaphezulu 00:07:04.755 --> 00:07:06.670 wongeza nje u-2 kwelonani 00:07:06.680 --> 00:07:08.748 ngoko ke siyalibona ufuziselo, 00:07:08.748 --> 00:07:11.950 masibone ukuba singaligqiba uluhlu lophinda phindo. 00:07:11.950 --> 00:07:16.260 ngoko ke into endizawuyenza ngoku, ndizawubhala onke amanani. 00:07:16.270 --> 00:07:18.485 masibone. 00:07:18.485 --> 00:07:19.361 ndiyathemba ukuba ndinayo indawo yalento 00:07:19.361 --> 00:07:29.430 1, 2, 3, 4, 5, 6, 7, 8, 9. 00:07:29.430 --> 00:07:30.910 ngokwenene, ndizakuyenza de ibengu-9 00:07:30.920 --> 00:07:31.830 ndizawuqhubeka nje 00:07:31.830 --> 00:07:32.970 9 00:07:32.970 --> 00:07:34.106 ngokwenene andizubanandawo yokuyenza lonto 00:07:34.106 --> 00:07:35.680 ngoba ndifuna ulibone lonke uluhlu 00:07:35.680 --> 00:07:37.045 ngoko ke ndizokwenza ndiyokufika ku-9 00:07:37.045 --> 00:07:39.590 kodwa ndiyakhuthaza ukuba emva kwalomboniso uqhubekeke ugqibezele. 00:07:39.600 --> 00:07:42.880 mhlawumbi ukuba besinexesha bendizakuyigqibezela apha nayo 00:07:42.880 --> 00:07:45.887 ngoko ke ezi ngamanani okuqala endizakuwaphinda phinda 00:07:45.887 --> 00:07:52.060 futhi ndizakuwaphinda phinda ngo 1, 2, 3, 4, 00:07:52.060 --> 00:07:57.650 5, 6, 7, 8, no 9 00:07:57.650 --> 00:08:00.183 into endizakuyenza yile, ndiza-- 00:08:00.183 --> 00:08:01.298 okokuqala-- 00:08:01.298 --> 00:08:03.321 ngokwenene bekufanele ndibhale le ngaphantsi-- 00:08:03.321 --> 00:08:04.710 ngubani u-1 phinda phinda ngo-1 00:08:04.720 --> 00:08:06.110 lena ke yindlela endizakuyiveza ngayo. 00:08:06.120 --> 00:08:08.730 nayiphina into engu-1 phinda-phinda 1 ndizayibhala apha 00:08:08.730 --> 00:08:09.970 ngoko lo ngu-1 00:08:09.970 --> 00:08:11.510 ngubani u -1 phinda phinda -2? 00:08:11.510 --> 00:08:12.400 ngu-2 lowo 00:08:12.410 --> 00:08:13.730 ngubani u-1 phinda phinda 3? 00:08:13.740 --> 00:08:14.360 ngu-3 00:08:14.360 --> 00:08:15.866 onke amanani owaphinda phinda ngo-1 lelonani 00:08:15.866 --> 00:08:21.360 ngoko ke ndingabhala nje 4, 5, 6, 7, 8, 9. 00:08:21.370 --> 00:08:23.540 u-1 phinda phinda ngo9 ngu-9. 00:08:23.540 --> 00:08:24.540 kuyavakala. 00:08:24.540 --> 00:08:26.300 ngoku ke masenze uluhlu lophinda-phindo luka-2 00:08:26.310 --> 00:08:27.570 ndizawlenza lona ngombala owohlukileyo 00:08:27.570 --> 00:08:30.270 ngokwenene 00:08:30.285 --> 00:08:33.980 ngoku ke mhlawumbi mandisebenzise umbala ongathi untsundu ukwenza uluhlu lophinda phindo luka -2 00:08:33.990 --> 00:08:35.250 ngubani u-2 phinda phinda ngo 1 00:08:35.250 --> 00:08:36.430 ngu-2 00:08:36.440 --> 00:08:37.690 iyafana no 1 phinda phinda ngo-2 00:08:37.700 --> 00:08:40.000 qaphela, lamanani mabini yintwenye. 00:08:40.000 --> 00:08:41.700 ngubani u-2 phinda ngo-2? 00:08:41.710 --> 00:08:43.000 ngu-4 00:08:43.000 --> 00:08:44.610 u-2 phinda phinda ngo-3 ngu-6 00:08:44.620 --> 00:08:45.840 sisandoyenza lento. 00:08:45.840 --> 00:08:49.821 lonke ixesha kukho ulwandiso or uphindaphindo ngenani eliphezulu, 00:08:49.821 --> 00:08:51.190 wongeza nje u-2. 00:08:51.190 --> 00:08:52.840 u-2 phinda phinda ngo- 4 ngu -8 00:08:52.850 --> 00:08:55.110 yinto efanayo no-4 phinda phinda ngo-2. 00:08:55.120 --> 00:08:57.260 u-2 phinda phinda ngo-5 ngu-10. 00:08:57.260 --> 00:08:59.010 u-2 phinda phinda -6 ngu -12 00:08:59.010 --> 00:09:00.660 ndongeza nje u-2 ngalolonke ixesha. 00:09:00.670 --> 00:09:03.970 phaya ngentla bendisangeza u-1, apha ndongeza u-2. 00:09:03.980 --> 00:09:06.830 u-2 phinda phinda ngo-7 ngu -14. 00:09:06.830 --> 00:09:09.813 u-2 phinda phinda ngu -16 00:09:09.813 --> 00:09:12.970 u-2 phinda phinda -9 ngu -18 00:09:12.980 --> 00:09:17.789 kulungile, masenze uluhlu lophinda phindo luka -3 00:09:17.789 --> 00:09:20.508 ndizawulenza ngombala otyheli. 00:09:20.508 --> 00:09:21.783 tyheli 00:09:21.783 --> 00:09:23.828 u-3 phinda phinda 1 ngu - 3 00:09:23.828 --> 00:09:25.350 qaphela, u-3 phinda phinda -1 ngu -3 00:09:25.360 --> 00:09:26.910 u-1 phinda phinda 3 ngu -3 00:09:26.910 --> 00:09:28.740 lamanani ayafana ngokomgangatho 00:09:28.750 --> 00:09:32.158 u-3 phinda phinda 2 uyafana no -2 phinda phinda ngo-3 00:09:32.158 --> 00:09:37.640 u-3 phinda phinda 2 kufuneka afane no -2 phinda phinda -3 00:09:37.640 --> 00:09:39.680 ngoko ke ngu-6. 00:09:39.690 --> 00:09:40.485 futhi ke lonto iyavakala. 00:09:40.485 --> 00:09:45.690 u-3 dibanisa 3 ngu -6 okanye u-2 dibanisa 2 dibanisa 2 ngu-6. 00:09:45.690 --> 00:09:47.780 ngoko ke apha sizakwenyuka qho ngo-3 00:09:47.780 --> 00:09:48.880 uyawubona umfuziselo. 00:09:48.880 --> 00:09:51.000 u-3 phinda phinda ngo-3 ngu-9 00:09:51.010 --> 00:09:52.852 u-3 dibanisa 3 dibanisa 3 00:09:52.852 --> 00:09:54.725 ngoko ke sisuke ku-3 saya ku-6 saya ku-9 00:09:54.736 --> 00:09:57.001 ngoko ke u-3 phinda phinda ngo 4 izawuba ngu-12 00:09:57.001 --> 00:09:58.850 ndongeza nje u-3 ngalolonke ixesha. 00:09:58.850 --> 00:10:00.642 u-12 dibanisa -3 ngu 15 00:10:00.642 --> 00:10:03.404 u-15 dibanisa -3 ngu -18 00:10:03.404 --> 00:10:05.580 u-18 dibanisa -3 ngu -21. 00:10:05.580 --> 00:10:08.080 u-21 dibanisa 3 ngu -24 00:10:08.090 --> 00:10:10.500 u-24 dibanisa 3 ngu -27 00:10:10.500 --> 00:10:13.110 ngoko ke u -3 phinda phinda -9 ngu -27 00:10:13.120 --> 00:10:14.840 u-3 phinda-phinda -8 ngu -24 00:10:14.840 --> 00:10:19.094 ukuba ubunothi 8 dibanisa 8 dibanisa 8, ibizabangu 24 00:10:19.094 --> 00:10:20.180 masibone ukuba ndingakwazi na-- 00:10:20.180 --> 00:10:21.544 ngoku ke ndizakuyikhawulezisa kancinci nje, 00:10:21.544 --> 00:10:22.830 njengokuba siwubona umfuziselo 00:10:22.840 --> 00:10:24.088 futhi kufuneka uyenze ngokwakho lento 00:10:24.088 --> 00:10:26.970 kufuneka uyinkqaye yonke into esiyenzayo. 00:10:26.980 --> 00:10:30.495 kufuneka ngokwenene wenze uyofika ku-12 kumacala omabini, 00:10:30.495 --> 00:10:31.057 ngoko ke masibone. 00:10:31.057 --> 00:10:35.330 u-4 phinda phinda ngo-1 ngu 4. 00:10:35.330 --> 00:10:37.640 ndizakuyenza lena ngokwangeza u-4 nje. 00:10:37.640 --> 00:10:40.080 u-4dibanisa -4 ngu-8. 00:10:40.090 --> 00:10:41.960 u-8 dibanisa -4 ngu-12 00:10:41.970 --> 00:10:43.920 u-12 dibanisa 4 ngu 16 00:10:43.920 --> 00:10:46.450 u-16 dibanisa 4 ngu 20 00:10:46.460 --> 00:10:48.460 u-20 dibanisa 4 ngu-24 00:10:48.460 --> 00:10:51.460 u-4 phinda phinda ngo-6 ngu -24. 00:10:51.470 --> 00:10:52.970 u-4 phinda phinda -7, ngu-28 00:10:52.980 --> 00:10:54.250 ndinyuka nje ngo-4. 00:10:54.250 --> 00:10:58.740 ngu-32 no 36. 00:10:58.750 --> 00:11:01.490 kulungile, u-5 phinda phinda ngo 1. 00:11:01.490 --> 00:11:06.670 u -5 phinda phinda 1 izawuba ngu 5 00:11:06.670 --> 00:11:09.565 ngokwenene, siyayazi yone into e--kulungile, ndifuna siqhubekeke nokutshintsha imibala 00:11:09.565 --> 00:11:11.400 lonto ndizakuyenza kwimiqolo enjengale 00:11:11.410 --> 00:11:12.570 u-5 phinda phinda ngo -1 ngu -5 00:11:12.580 --> 00:11:15.780 u-5 phinda phinda ngo-2 ngu 10 00:11:15.780 --> 00:11:17.260 u-5 phinda phinda ngo-3 ngu 15 00:11:17.260 --> 00:11:18.430 ndizawukwenyuka ngo-5 ngoku.. 00:11:18.440 --> 00:11:20.687 uluhlu lophinda phindo luka -5 luyonwabisa kakhulu nalo 00:11:20.687 --> 00:11:24.120 ngoba kuwo onke amanani uzokongeza--ukuba siphinda phinda kahlanu 00:11:24.120 --> 00:11:25.870 bamba ke, sizakufunda nge 00:11:25.880 --> 00:11:30.241 kodwa ke onke manye amanani kuluhlu lwawo agqibela ngo-5 00:11:30.241 --> 00:11:32.240 zonke ke ezinye zigqibela ngo- 0 00:11:32.250 --> 00:11:34.790 ngoba xa udibanisa u-5 ku 15 ufumana u-20. 00:11:34.790 --> 00:11:41.871 ufumana u-25, 30, 35, 40, 45. 00:11:41.871 --> 00:11:43.380 haynoko 00:11:43.380 --> 00:11:47.120 uluhlu luka -6, mandilenze olu ngombala ohlaza 00:11:47.120 --> 00:11:48.210 u-6 phinda phinda ngo -1 ngu -6 00:11:48.220 --> 00:11:49.080 ilula leyo 00:11:49.080 --> 00:11:50.800 xa usangeza u-6 apho, ufumana u-12. 00:11:50.800 --> 00:11:52.490 xa usangeza u-6 apho, ufumana u-18 00:11:52.500 --> 00:11:54.250 xa usangeza u-6 apho ufumana u-24 00:11:54.250 --> 00:11:56.220 xa usangeza u-6 apho, ufumana u-30 00:11:56.220 --> 00:12:01.220 emveni koko wongeze u-6 kwakhona, 36, 42, 48. 00:12:01.220 --> 00:12:04.620 u-48 dibanisa -6 ngu 54. 00:12:04.620 --> 00:12:07.620 ngoko ke u 6 phinda phinda 9 ngu 54. 00:12:07.620 --> 00:12:08.990 kulungile, sezizokugqiba. 00:12:09.000 --> 00:12:11.610 7 phinda phinda 1, ngu 7 lowo.