0:00:00.880,0:00:05.805 Ukuzothi ga ngoku ndicinga ukuba unalo ufifi lokuba yintoni na uphinda-phindo. 0:00:05.805,0:00:09.025 Okanye "ninzi"- phinda 0:00:09.025,0:00:13.315 Into esizawuyenza kulomboniso, kukunika umsebenzi kakhulu, 0:00:13.315,0:00:17.706 ndizokuqala ngokokucinga kwakho ngoluhlu lophinda-phindo. 0:00:17.706,0:00:20.009 futhi uzawubukela imibonisi eyaneleyo ye Khan Academy, 0:00:20.009,0:00:21.279 ndiyathemba ukuba uzawukwazi ekuhambeni kwexesha 0:00:21.279,0:00:24.540 uzawufumana ukuba andingomntu othanda ukunkqaya. 0:00:24.550,0:00:26.385 kodwa into enye ngophinda-phindo 0:00:26.385,0:00:31.220 ukuba unkqaya uluhlu lophinda-phindo esizakulenza kulomboniso, 0:00:31.220,0:00:33.850 kuzawuba lugalelo olukhulu ebomini bakho lonke. 0:00:33.850,0:00:36.724 ndiyathembisa, yenze ngoku, awusoze uphinde ulibale, 0:00:36.724,0:00:39.547 ubomi bakho bonke yonke into izawuba-- 0:00:39.547,0:00:41.517 kodwa ke , andifunukwenza ithemba lobuxoki, 0:00:41.517,0:00:45.790 kodwa kuza kubangcono ukuba awulunkqayanga uluhlu lophinda-phindo. 0:00:45.790,0:00:47.290 Ngoko ke yintoni uluhlu lophinda-phindo? 0:00:47.290,0:00:49.745 ngawo onke amanani ahlukeneyo 0:00:49.745,0:00:50.850 aphindaphindanayo. 0:00:50.850,0:00:53.590 masikhe sicinge kwakhona kancinci. 0:00:53.600,0:00:58.900 ukuba ndithi, ngubani u-2 umphinda-phinde ngo-1? 0:00:58.900,0:01:02.270 ilingana no-2 0:01:02.280,0:01:05.010 ilingana no-2 0:01:05.010,0:01:07.060 ngu -2 0:01:07.060,0:01:08.059 akunyanzelekanga ndidibanise nanayphina into 0:01:08.059,0:01:09.430 ngoba kukho u -1 no-2 pha. 0:01:09.430,0:01:13.460 ndingayibhala nangoluhlobo, u-1 dibanisa 1 kabini 0:01:13.460,0:01:15.390 ngoko ke ikwangu 1 dibanisa 1 0:01:15.400,0:01:17.580 nalonto ke ilingana no-2. 0:01:17.590,0:01:18.210 kulungile. 0:01:18.210,0:01:19.901 ngoko ke u-2 umphinda-phinde ngo-1 ngu-2 0:01:19.901,0:01:22.722 ukuba ke ubuwubukele umboniso ogqithileyo, ngubani u-2 umphinda-phinde ngo-0? 0:01:22.722,0:01:23.516 ngu-0 0:01:23.516,0:01:26.660 ngoko ke akunyanzelekanga ukunkqaya uluhlu lophindaphindo luka-0 0:01:26.670,0:01:30.560 ngoka yonke oyiphanda phinda ngo-0 ngu-0, okanye u-0 umohinda-phinde nangeyiphi na into ngu-0. 0:01:30.560,0:01:31.090 ngoko ke masibone. 0:01:31.090,0:01:33.682 ngubani u-2 umphindaphinde ngo-2? 0:01:33.682,0:01:35.988 2 phinda-phinda ngo-2. 0:01:35.988,0:01:37.254 lonto ilingana no-- 0:01:37.254,0:01:39.460 sizakudibanisa u-2 ku-2 kabini. 0:01:39.460,0:01:41.830 2 dibanisa 2 0:01:41.840,0:01:42.770 kukho indlela yokwenza linto 0:01:42.780,0:01:45.480 ndingathi thatha u-2 umdibanise ku-2 kabini, 0:01:45.480,0:01:46.680 kodwa yinto efanayo 0:01:46.680,0:01:47.610 ngoko ke ngubani u-2 dibanisa 2? 0:01:47.620,0:01:49.450 zenza u-4. 0:01:49.450,0:01:51.400 ngubani u-2 phinda phinda ngo-3? 0:01:51.400,0:01:57.900 u-2 phinda phinda ngo-3 ilingana no -2 dibanisa 2 dibanisa 2. 0:01:57.900,0:02:03.355 ingalingana futhi no -3 dibanisa 3. 0:02:03.355,0:02:04.905 Sifundile kukmboniso owandulela lo 0:02:04.920,0:02:07.498 lomzekelo singambhala ngenye indlela eyahlukileyo. 0:02:07.498,0:02:09.380 futhi nangeyiphi na indlela, ilingana nantoni? 0:02:09.397,0:02:10.282 u-3 dibanisa 3 0:02:10.282,0:02:12.028 yinto efanayo no 2 dibanisa 2 dibanisa 2 0:02:12.028,0:02:14.774 zenza u-6 0:02:14.774,0:02:15.812 kulungile. 0:02:15.812,0:02:18.138 ngoku ngubani u-2 phinda phinda ngo4? 0:02:18.153,0:02:20.686 2 phinda phinda ngo-4. 0:02:20.686,0:02:26.065 ngu 2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2 . 0:02:26.065,0:02:29.870 qaphela, iyafana nqwa no 2 phinda-phinda 3. 0:02:29.870,0:02:32.610 u-2 phinda-phinda 3 ebenjalo. 0:02:32.620,0:02:36.490 ndinalonto apho, kodwa ngoku ndongeze onmnye u-2. 0:02:36.490,0:02:39.740 ukuba ke siyonqen apha ukudibanisa u-2 dibanisa 2 ngu-4. 0:02:39.740,0:02:40.710 u-4 dibanisa 2 ngu 6 0:02:40.710,0:02:41.802 endaweni yokwenza njalo, singathi, 0:02:41.802,0:02:45.680 jonga, sesiyazi lento apha ukuba ibingu-6 0:02:45.680,0:02:48.300 siyibonile kumgca ongentla 0:02:48.310,0:02:51.550 siyibonile ukuba ngu-6, kungoko ke singathi, u-2 phinda-phinda ngo-4 0:02:51.560,0:02:55.610 izakuba 6 dibanisa 2, lonto yenze u-8 0:02:55.610,0:02:57.480 futhi ndiyathemba ukuba uyayibona lonto. 0:02:57.490,0:03:01.907 njengoba sisuka ku 2 phinda-phinda ngo-2, siye ku-2 phinda-phinda ngo-2, 0:03:01.907,0:03:03.760 ukuya ku-2 phinda phinda 3, yintoni eyenzekayo? 0:03:03.770,0:03:05.500 Sinyuka ngenani elingakanani? 0:03:05.500,0:03:08.120 ukusuka ku-2 ukuya ku-4 sinyuka ngokongeza u-2 0:03:08.120,0:03:11.300 ukusuka ku-4 ukuya ku-6 sinyuke ngokongeza u-2 0:03:11.310,0:03:13.340 futhi ke ukusuka ku-6 ukuya ku-8 sinyuke ngokongeza u-2 0:03:13.340,0:03:15.685 ngoko ke ungakwazi ukufumana ukuba ngubani u-2 phinda-phinda ngo -5, 0:03:15.685,0:03:16.950 nangaphandle kokwenza udibaniso 0:03:16.960,0:03:23.430 u-2 phindaphinda ngo-5 ulingana no 2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2. 0:03:23.430,0:03:26.070 isenokubhalwa ngoluhlobo lokuba ngu -5 dibanisa 5 0:03:26.080,0:03:29.110 u-2 phinda-phinda ngo-4 ebenokubhalwa ngoluhlobo, 4 dibanisa 4 0:03:29.120,0:03:30.490 lonto zenza ntoni? 0:03:30.500,0:03:33.090 singazidibanisa zonke ezi okanye singongeza u-2 0:03:33.090,0:03:36.285 okanye singathi izawuba ngu-2 phindaphinda ngo-4 songeze u-2 0:03:36.285,0:03:38.564 ngoko ke ibengu-10 0:03:38.564,0:03:41.780 ndizakuligqiba ukuhlu lophinda-phindo luka-2 0:03:41.780,0:03:45.280 ndicinga ukuba uyawubona umfuziselo ovelayo apha. 0:03:45.280,0:03:47.710 ngoko u-2 phinda-phinda ngo-6 0:03:47.710,0:03:51.580 izawubangu ngu-2 dibanisa 2 kathandathu. 0:03:51.595,0:03:55.369 Masibone. 1,2, 3, 4, 5, 6, 0:03:55.369,0:03:58.690 ekufaneleke ilingane no-6 dibanisa 0:03:58.690,0:04:00.620 lento ingatolikwa nangeyiphina indlela. 0:04:00.620,0:04:02.980 futhi ke izawulingana no-12. 0:04:02.990,0:04:06.898 kwakhona, u-2 umphinda phinde kayi-5 wongeze u-2 0:04:06.898,0:04:09.710 ngoba songeza u-2 ku-2 kwakhona 0:04:09.710,0:04:12.290 ngoko ke izawubanochatha ngo-2 0:04:12.300,0:04:13.880 masiqhubeke. 0:04:13.880,0:04:16.540 u-2 umphindaphinde ngo-7. 0:04:16.550,0:04:20.148 u-2 umphindaphinde ngo -7 ngu-- 0:04:20.163,0:04:24.104 singabhala u-2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2-- 0:04:24.104,0:04:27.230 lento ingxamele ukudina-- dibanisa 2 dibanisa 2. 0:04:27.240,0:04:27.800 ingaba ngu-7? 0:04:27.810,0:04:31.200 1, 2, 3, 4, 5, 6, 7. 0:04:31.200,0:04:33.849 lonto ke iyafana nqwa no -7 dibanisa 7, 0:04:33.849,0:04:37.370 lento ke ungayazi okanye ungayazi ukuba ilingana no-14 0:04:37.370,0:04:39.550 ungathi nje haybo, izawuba ngu-12 dibanisa 2 0:04:39.560,0:04:43.630 ngoko ke u-12 dibanisa 1 dibanisa 2 ngu-- u-12 dibanisa 1 ngu-13. 0:04:43.630,0:04:45.530 u-12 dibanisa 2 ngu-14 0:04:45.540,0:04:47.580 kulungile ke masiqhubekeke. 0:04:47.580,0:04:50.740 u-2 umphindaphinde ngo-8 0:04:50.750,0:04:53.810 ndingayenza yonke lento ngokongeza oo-2 0:04:53.810,0:04:56.660 okanye ndingathi, jonga, izawuba ngu-2 phinda-phinda ngo-7 dibanisa -2 0:04:56.670,0:04:59.528 ke ndingathi izawuba ngu -14 dibanisa 2 0:04:59.528,0:05:00.470 ndongeza nje u-2 kuleya 0:05:00.480,0:05:01.822 ngoko ndingthi ngu -16 0:05:01.822,0:05:05.610 okanye ndingathi futhi ngu-8 dibanisa 8 0:05:05.620,0:05:06.800 nayo ngu-16 0:05:06.810,0:05:08.174 bendingenza ngoo-2 bodwa 0:05:08.174,0:05:15.040 kodwa ungayenza wena ukuba yindlela onakwazi uyifunda ngayo. 0:05:15.040,0:05:17.848 sesisondele--singaqhubekeka okokoko 0:05:17.848,0:05:19.360 ngoba akukho nani likhulu. 0:05:19.370,0:05:21.510 ndingaqhubekeka 0:05:21.510,0:05:24.970 u-2 phinda-phinda 9 phinda phinda 10 phinda-phinda 100 phinda phinda 100 phinda phinda 1000000 0:05:24.980,0:05:26.642 kodwa ndizawuma apha ku-12 0:05:26.642,0:05:28.760 ngoba abantu bavame ukunkqaya baphelele apha 0:05:28.770,0:05:32.330 kodwa ukuba ufuna ukuba yi "mathelete" 0:05:32.330,0:05:34.260 ufuna ukuya phezulu ku-20 0:05:34.260,0:05:36.790 kodwa ke masiye ku-2 phinda-phinda ngo-9 0:05:36.790,0:05:38.810 izawuba ngu -2 phinda phinda ngo -8 songeze u-2 0:05:38.810,0:05:40.990 izawuba ngu-18 0:05:40.990,0:05:42.690 okanye ngu-9 dibanisa 9 0:05:42.690,0:05:44.060 ikwangu-18 0:05:44.060,0:05:45.930 ngubani u -2 phinda phinda ngo-10 0:05:45.940,0:05:47.940 futhi ke uluhlu lophinda phindo luka-10 lunika umdla kakhulu. 0:05:47.940,0:05:49.550 futhi ke emizuzwini nje embalwa sizawubona umfuziselo 0:05:49.560,0:05:53.040 xasizama ukugqiba lonke uluhlu lophinda phindo 0:05:53.040,0:05:54.640 ngoko ke ngubani u -2 phinda phinda ngo 10 0:05:54.640,0:05:56.800 u-2 phinda phinda 9 dibanisa -2 0:05:56.810,0:05:59.050 ngu-20 0:05:59.050,0:06:01.050 okanye singathi ngu -10 dibanisa 10. 0:06:01.060,0:06:03.360 u-10 dibanisa ngomnye u-10 0:06:03.360,0:06:05.060 ngoku ke yintoni enika umdla apha? 0:06:05.060,0:06:09.115 lento ikhangeleka njengathi ngu-2 ekongezelelwe u-0 0:06:09.115,0:06:10.690 futhi uzawuyibona lonto yonke into oyiphinda phinda ngo-10, 0:06:10.690,0:06:12.295 uthatha nje ngobeka iqanda ekunene 0:06:12.295,0:06:14.130 futhi ungacinga ke ukuba kutheni injalo 0:06:14.130,0:06:16.410 ungayivelela ngokuthi oo-2 abayi-10 ngu -20 0:06:16.420,0:06:18.000 kungoko ingu -20 0:06:18.000,0:06:19.540 sesizawugqiba 0:06:19.550,0:06:21.820 masenze u-2 phinda phinda ngo-11 0:06:21.820,0:06:25.920 u-2 phinda phinda 11 sizakongeza u-2 apha 0:06:25.930,0:06:27.830 izawuba ngu-22 0:06:27.830,0:06:29.530 omnye umfuziselo onika umdla. 0:06:29.540,0:06:32.220 ndinenani eliphinda phindeka kabani--u -2 no-2 0:06:32.220,0:06:33.160 inika umdla. 0:06:33.170,0:06:35.818 into ekumele uyijonge 0:06:35.818,0:06:38.690 njengoba sijonga olunye uluhlu lophinda phindo. 0:06:38.704,0:06:40.140 okokugqibela kengoku-- 0:06:40.140,0:06:42.129 futhi ayiyoyokugqibela, singaqhubekeka-- 0:06:42.129,0:06:44.682 u-2 phinda phinda-- lowo ngumbala omnyama. 0:06:44.682,0:06:47.059 u-2 phinda-phinda ngo 12 0:06:47.059,0:06:50.540 u-2 phinda phinda ngo-12 izawuba ngu-2 phinda phinda ngo-12 songeze u-2 0:06:50.550,0:06:51.826 lowo ke ngu -24 0:06:51.826,0:06:54.160 besinoyibhala ngalendlela yokuthi 12 dibanisa 12 0:06:54.170,0:06:56.110 okanye besingathi 2 dibanisa 2 dibanisa 2 dibanisa 2 0:06:56.110,0:06:57.840 dibanisa 2...kalishumi elinambini 0:06:57.850,0:06:59.660 yonke lonto ikunika u-24 0:06:59.670,0:07:00.961 leyo ke luluhlu lophinda phindo luka-2 0:07:00.961,0:07:01.970 futhi ndiyacinga ukuba uyalubona ufuziselo. 0:07:01.980,0:07:04.755 lonke ixesha uphinda phinda ngenani elingaphezulu 0:07:04.755,0:07:06.670 wongeza nje u-2 kwelonani 0:07:06.680,0:07:08.748 ngoko ke siyalibona ufuziselo, 0:07:08.748,0:07:11.950 masibone ukuba singaligqiba uluhlu lophinda phindo. 0:07:11.950,0:07:16.260 ngoko ke into endizawuyenza ngoku, ndizawubhala onke amanani. 0:07:16.270,0:07:18.485 masibone. 0:07:18.485,0:07:19.361 ndiyathemba ukuba ndinayo indawo yalento 0:07:19.361,0:07:29.430 1, 2, 3, 4, 5, 6, 7, 8, 9. 0:07:29.430,0:07:30.910 ngokwenene, ndizakuyenza de ibengu-9 0:07:30.920,0:07:31.830 ndizawuqhubeka nje 0:07:31.830,0:07:32.970 9 0:07:32.970,0:07:34.106 ngokwenene andizubanandawo yokuyenza lonto 0:07:34.106,0:07:35.680 ngoba ndifuna ulibone lonke uluhlu 0:07:35.680,0:07:37.045 ngoko ke ndizokwenza ndiyokufika ku-9 0:07:37.045,0:07:39.590 kodwa ndiyakhuthaza ukuba emva kwalomboniso uqhubekeke ugqibezele. 0:07:39.600,0:07:42.880 mhlawumbi ukuba besinexesha bendizakuyigqibezela apha nayo 0:07:42.880,0:07:45.887 ngoko ke ezi ngamanani okuqala endizakuwaphinda phinda 0:07:45.887,0:07:52.060 futhi ndizakuwaphinda phinda ngo 1, 2, 3, 4, 0:07:52.060,0:07:57.650 5, 6, 7, 8, no 9 0:07:57.650,0:08:00.183 into endizakuyenza yile, ndiza-- 0:08:00.183,0:08:01.298 okokuqala-- 0:08:01.298,0:08:03.321 ngokwenene bekufanele ndibhale le ngaphantsi-- 0:08:03.321,0:08:04.710 ngubani u-1 phinda phinda ngo-1 0:08:04.720,0:08:06.110 lena ke yindlela endizakuyiveza ngayo. 0:08:06.120,0:08:08.730 nayiphina into engu-1 phinda-phinda 1 ndizayibhala apha 0:08:08.730,0:08:09.970 ngoko lo ngu-1 0:08:09.970,0:08:11.510 ngubani u -1 phinda phinda -2? 0:08:11.510,0:08:12.400 ngu-2 lowo 0:08:12.410,0:08:13.730 ngubani u-1 phinda phinda 3? 0:08:13.740,0:08:14.360 ngu-3 0:08:14.360,0:08:15.866 onke amanani owaphinda phinda ngo-1 lelonani 0:08:15.866,0:08:21.360 ngoko ke ndingabhala nje 4, 5, 6, 7, 8, 9. 0:08:21.370,0:08:23.540 u-1 phinda phinda ngo9 ngu-9. 0:08:23.540,0:08:24.540 kuyavakala. 0:08:24.540,0:08:26.300 ngoku ke masenze uluhlu lophinda-phindo luka-2 0:08:26.310,0:08:27.570 ndizawlenza lona ngombala owohlukileyo 0:08:27.570,0:08:30.270 ngokwenene 0:08:30.285,0:08:33.980 ngoku ke mhlawumbi mandisebenzise umbala ongathi untsundu ukwenza uluhlu lophinda phindo luka -2 0:08:33.990,0:08:35.250 ngubani u-2 phinda phinda ngo 1 0:08:35.250,0:08:36.430 ngu-2 0:08:36.440,0:08:37.690 iyafana no 1 phinda phinda ngo-2 0:08:37.700,0:08:40.000 qaphela, lamanani mabini yintwenye. 0:08:40.000,0:08:41.700 ngubani u-2 phinda ngo-2? 0:08:41.710,0:08:43.000 ngu-4 0:08:43.000,0:08:44.610 u-2 phinda phinda ngo-3 ngu-6 0:08:44.620,0:08:45.840 sisandoyenza lento. 0:08:45.840,0:08:49.821 lonke ixesha kukho ulwandiso or uphindaphindo ngenani eliphezulu, 0:08:49.821,0:08:51.190 wongeza nje u-2. 0:08:51.190,0:08:52.840 u-2 phinda phinda ngo- 4 ngu -8 0:08:52.850,0:08:55.110 yinto efanayo no-4 phinda phinda ngo-2. 0:08:55.120,0:08:57.260 u-2 phinda phinda ngo-5 ngu-10. 0:08:57.260,0:08:59.010 u-2 phinda phinda -6 ngu -12 0:08:59.010,0:09:00.660 ndongeza nje u-2 ngalolonke ixesha. 0:09:00.670,0:09:03.970 phaya ngentla bendisangeza u-1, apha ndongeza u-2. 0:09:03.980,0:09:06.830 u-2 phinda phinda ngo-7 ngu -14. 0:09:06.830,0:09:09.813 u-2 phinda phinda ngu -16 0:09:09.813,0:09:12.970 u-2 phinda phinda -9 ngu -18 0:09:12.980,0:09:17.789 kulungile, masenze uluhlu lophinda phindo luka -3 0:09:17.789,0:09:20.508 ndizawulenza ngombala otyheli. 0:09:20.508,0:09:21.783 tyheli 0:09:21.783,0:09:23.828 u-3 phinda phinda 1 ngu - 3 0:09:23.828,0:09:25.350 qaphela, u-3 phinda phinda -1 ngu -3 0:09:25.360,0:09:26.910 u-1 phinda phinda 3 ngu -3 0:09:26.910,0:09:28.740 lamanani ayafana ngokomgangatho 0:09:28.750,0:09:32.158 u-3 phinda phinda 2 uyafana no -2 phinda phinda ngo-3 0:09:32.158,0:09:37.640 u-3 phinda phinda 2 kufuneka afane no -2 phinda phinda -3 0:09:37.640,0:09:39.680 ngoko ke ngu-6. 0:09:39.690,0:09:40.485 futhi ke lonto iyavakala. 0:09:40.485,0:09:45.690 u-3 dibanisa 3 ngu -6 okanye u-2 dibanisa 2 dibanisa 2 ngu-6. 0:09:45.690,0:09:47.780 ngoko ke apha sizakwenyuka qho ngo-3 0:09:47.780,0:09:48.880 uyawubona umfuziselo. 0:09:48.880,0:09:51.000 u-3 phinda phinda ngo-3 ngu-9 0:09:51.010,0:09:52.852 u-3 dibanisa 3 dibanisa 3 0:09:52.852,0:09:54.725 ngoko ke sisuke ku-3 saya ku-6 saya ku-9 0:09:54.736,0:09:57.001 ngoko ke u-3 phinda phinda ngo 4 izawuba ngu-12 0:09:57.001,0:09:58.850 ndongeza nje u-3 ngalolonke ixesha. 0:09:58.850,0:10:00.642 u-12 dibanisa -3 ngu 15 0:10:00.642,0:10:03.404 u-15 dibanisa -3 ngu -18 0:10:03.404,0:10:05.580 u-18 dibanisa -3 ngu -21. 0:10:05.580,0:10:08.080 u-21 dibanisa 3 ngu -24 0:10:08.090,0:10:10.500 u-24 dibanisa 3 ngu -27 0:10:10.500,0:10:13.110 ngoko ke u -3 phinda phinda -9 ngu -27 0:10:13.120,0:10:14.840 u-3 phinda-phinda -8 ngu -24 0:10:14.840,0:10:19.094 ukuba ubunothi 8 dibanisa 8 dibanisa 8, ibizabangu 24 0:10:19.094,0:10:20.180 masibone ukuba ndingakwazi na-- 0:10:20.180,0:10:21.544 ngoku ke ndizakuyikhawulezisa kancinci nje, 0:10:21.544,0:10:22.830 njengokuba siwubona umfuziselo 0:10:22.840,0:10:24.088 futhi kufuneka uyenze ngokwakho lento 0:10:24.088,0:10:26.970 kufuneka uyinkqaye yonke into esiyenzayo. 0:10:26.980,0:10:30.495 kufuneka ngokwenene wenze uyofika ku-12 kumacala omabini, 0:10:30.495,0:10:31.057 ngoko ke masibone. 0:10:31.057,0:10:35.330 u-4 phinda phinda ngo-1 ngu 4. 0:10:35.330,0:10:37.640 ndizakuyenza lena ngokwangeza u-4 nje. 0:10:37.640,0:10:40.080 u-4dibanisa -4 ngu-8. 0:10:40.090,0:10:41.960 u-8 dibanisa -4 ngu-12 0:10:41.970,0:10:43.920 u-12 dibanisa 4 ngu 16 0:10:43.920,0:10:46.450 u-16 dibanisa 4 ngu 20 0:10:46.460,0:10:48.460 u-20 dibanisa 4 ngu-24 0:10:48.460,0:10:51.460 u-4 phinda phinda ngo-6 ngu -24. 0:10:51.470,0:10:52.970 u-4 phinda phinda -7, ngu-28 0:10:52.980,0:10:54.250 ndinyuka nje ngo-4. 0:10:54.250,0:10:58.740 ngu-32 no 36. 0:10:58.750,0:11:01.490 kulungile, u-5 phinda phinda ngo 1. 0:11:01.490,0:11:06.670 u -5 phinda phinda 1 izawuba ngu 5 0:11:06.670,0:11:09.565 ngokwenene, siyayazi yone into e--kulungile, ndifuna siqhubekeke nokutshintsha imibala 0:11:09.565,0:11:11.400 lonto ndizakuyenza kwimiqolo enjengale 0:11:11.410,0:11:12.570 u-5 phinda phinda ngo -1 ngu -5 0:11:12.580,0:11:15.780 u-5 phinda phinda ngo-2 ngu 10 0:11:15.780,0:11:17.260 u-5 phinda phinda ngo-3 ngu 15 0:11:17.260,0:11:18.430 ndizawukwenyuka ngo-5 ngoku.. 0:11:18.440,0:11:20.687 uluhlu lophinda phindo luka -5 luyonwabisa kakhulu nalo 0:11:20.687,0:11:24.120 ngoba kuwo onke amanani uzokongeza--ukuba siphinda phinda kahlanu 0:11:24.120,0:11:25.870 bamba ke, sizakufunda nge 0:11:25.880,0:11:30.241 kodwa ke onke manye amanani kuluhlu lwawo agqibela ngo-5 0:11:30.241,0:11:32.240 zonke ke ezinye zigqibela ngo- 0 0:11:32.250,0:11:34.790 ngoba xa udibanisa u-5 ku 15 ufumana u-20. 0:11:34.790,0:11:41.871 ufumana u-25, 30, 35, 40, 45. 0:11:41.871,0:11:43.380 haynoko 0:11:43.380,0:11:47.120 uluhlu luka -6, mandilenze olu ngombala ohlaza 0:11:47.120,0:11:48.210 u-6 phinda phinda ngo -1 ngu -6 0:11:48.220,0:11:49.080 ilula leyo 0:11:49.080,0:11:50.800 xa usangeza u-6 apho, ufumana u-12. 0:11:50.800,0:11:52.490 xa usangeza u-6 apho, ufumana u-18 0:11:52.500,0:11:54.250 xa usangeza u-6 apho ufumana u-24 0:11:54.250,0:11:56.220 xa usangeza u-6 apho, ufumana u-30 0:11:56.220,0:12:01.220 emveni koko wongeze u-6 kwakhona, 36, 42, 48. 0:12:01.220,0:12:04.620 u-48 dibanisa -6 ngu 54. 0:12:04.620,0:12:07.620 ngoko ke u 6 phinda phinda 9 ngu 54. 0:12:07.620,0:12:08.990 kulungile, sezizokugqiba. 0:12:09.000,0:12:11.610 7 phinda phinda 1, ngu 7 lowo.